Uyeremiya 48:5 XHO75

5 Ngokuba ekunyukeni eqhineni laseLuhoti, baya kulila, balile; ngokuba ekuhlèni eHoronayim ababandezelwa baya kuvakala bekhaliswa kukwaphulwa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 48

imbono Uyeremiya 48:5 kwimeko