Uyeremiya 49:26 XHO75

26 Ngako oko aya kuwa amadodana ayo ezitratweni zawo, amadoda onke okulwa athi shwaka ngaloo mini; utsho uYehova wemikhosi.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 49

imbono Uyeremiya 49:26 kwimeko