Uyeremiya 49:33 XHO75

33 IHatsore iya kuba sisikhundla seempungutye, kube senkangala kude kuse ephakadeni. Akuyi kuhlala bani khona, kungaphambukeli nyana womntu khona.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 49

imbono Uyeremiya 49:33 kwimeko