15 Dumani ngayo ngeenxa zonke; iziníkele; ziwile iingqoqo zayo, zidilikile iindonga zayo; ngokuba yimpindezelo kaYehova. Phindezelani kuyo; njengokwenza kwayo, yenzani kuyo.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 50
imbono Uyeremiya 50:15 kwimeko