Uyeremiya 50:39 XHO75

39 Ngako oko kuya kuhlala khona amarhamncwa omqwebedu neempungutye, kuhlale iinciniba khona, lingabi samiwa naphakade, lingabi sahlalwa izizukulwana ngezizukulwana.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 50

imbono Uyeremiya 50:39 kwimeko