44 Ndiya kumvelela uBhele* eBhabheli, ndikurhole emlonyeni wakhe akuginyileyo; zingabi sasinga kuye iintlanga; nodonga lweBhabheli luya kuwa.
funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 51
imbono Uyeremiya 51:44 kwimeko