Uyeremiya 51:48 XHO75

48 Liya kumemelela ngenxa yeBhabheli izulu nomhlaba, nento yonke ekhona; ngokuba ababhuqi baphume entla, beza kùyo; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 51

imbono Uyeremiya 51:48 kwimeko