Uyeremiya 52:1 XHO75

1 UZedekiya ubeminyaka imashumi mabini anamnye ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamnye engukumkani eYerusalem; igama lonina belinguHamutali, intombi kaYeremiya waseLibhena.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 52

imbono Uyeremiya 52:1 kwimeko