Uyeremiya 7:27 XHO75

27 Ke ùya kuwathetha kubo la mazwi onke, abayi kukuphulaphula; umemeza kubo, abayi kusabela.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 7

imbono Uyeremiya 7:27 kwimeko