Uyeremiya 8:10 XHO75

10 Ngako oko abafazi babo ndiya kubanikela kubambi, namasimi abo ndiwanikele kwabawahluthayo; ngokuba, bethabathela komncinane besa komkhulu, bonke bephela babáwa bebawile; bethabathela kumprofeti besa kumbingeleli, bonke bephela benza ngobuxoki.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 8

imbono Uyeremiya 8:10 kwimeko