Uyeremiya 8:12 XHO75

12 Baya kudaniswa, ngokuba benzé amasikizi; noko ke abadani nokudana, abakwazi ukuba neentloni; ngako oko baya kuwa phakathi kwabawàyo, ngexesha lokubavelela kwam baya kukhubeka; utsho uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 8

imbono Uyeremiya 8:12 kwimeko