Uyeremiya 8:22 XHO75

22 Akukho mafutha aqholiweyo na eGiliyadi? Akukho gqirha na khona? Kutheni na ke ukuba kungàbotshwa ukwaphuka kwentombi yabantu bakowethu?

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 8

imbono Uyeremiya 8:22 kwimeko