Uyeremiya 9:10 XHO75

10 Ngenxa yeentaba ndibeka isililo nesimema, nangenxa yamakriwa entlango ndibeka isimbonono; ngokuba afakwé isikhuni, akwabakho bani ugqithayo kuwo, àlavakala izwi lemfuyo; kuthabathela ezintakeni zezulu lwesa ezilweni, kusatyiwe, kwemkiwa.

funda isahluko epheleleyo Uyeremiya 9

imbono Uyeremiya 9:10 kwimeko