2 Yeziganeko 1:11 XHO96

11 UThixo ke uthe kuSolomon: “Ngenxa yokuba lo ke ingumnqweno wentliziyo yakho, ungacelanga butyebi, nabunhanha, okanye ubuhandiba, ungatsho nokuba manditshabalalise iintshaba zakho, ewe, awucelanga nabomi bude, koko ucele ubulumko nokuqonda ukuze ube nako ukulawula abantu bam endikwenze ukumkani wabo,

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 1

imbono 2 Yeziganeko 1:11 kwimeko