12 ngoko ke ndiza kukunika ubulumko nokuqonda, kananjalo ndikuthi jize ngobutyebi nobunhanha, ube sisihandiba sokumkani ekungekho wumbi wakha wanjengawe ngaphambili, engayi kubakho nasemva kwakho.”
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 1
imbono 2 Yeziganeko 1:12 kwimeko