2 Ke uSolomon wathetha noSirayeli ewonke, iingqwayi-ngqwayi zamabutho aliwaka nalikhulu, abagwebi, nawo onke amadoda aphambili kwaSirayeli kunye neenkulu zezindlu.
funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 1
imbono 2 Yeziganeko 1:2 kwimeko