2 Yeziganeko 1:3 XHO96

3 Yena uSolomon nebandla lonke baya endaweni ephakamileyo yonqulo eGibheyon, kuba kaloku yayilapho intente *yesibingelelo yokuhlangana noThixo, leyo yayenziwe nguMosis isicaka sikaNdikhoyo entlango.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 1

imbono 2 Yeziganeko 1:3 kwimeko