2 Yeziganeko 1:5 XHO96

5 Kodwa lona iqonga lamadini lobhedu elalenziwe nguBhezaleli unyana kaUri unyana kaYuri laliseseGibheyon phambi kwesibingelelo sikaNdikhoyo. Ngoko ke uSolomon nebandla elo babuzisa kuNdikhoyo khona apho.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 1

imbono 2 Yeziganeko 1:5 kwimeko