2 Yeziganeko 13:2 XHO96

2 waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahaka intombi kaUriyeli waseGibheya.Yayisoloko iyimfazwe phakathi koAbhiya noJerobhowam.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 13

imbono 2 Yeziganeko 13:2 kwimeko