2 Yeziganeko 13:3 XHO96

3 UAbhiya walwa noJerobhowam, uAbhiya enomkhosi wamawaka angamakhulu amane amajoni angoompondo-zihlanjiwe. Ke uJerobhowam wangena kuloo mfazwe enomkhosi ongamakhulu asibhozo amawaka amajoni aziimbalasane.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 13

imbono 2 Yeziganeko 13:3 kwimeko