2 Yeziganeko 14:8 XHO96

8 UAsa lo ke wayenomkhosi ongamawaka angamakhulu amathathu amadoda akwaJuda axhoba ngemikhonto namakhaka amakhulu; awakwaBhenjamin wona angamawaka angamakhulu amabini anamashumi asibhozo, iinto ezixhoba ngeentolo namakhaka amancinci; onke ke lawo ingoompondo-zihlanjiwe kwezemfazwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 14

imbono 2 Yeziganeko 14:8 kwimeko