2 Yeziganeko 15:2 XHO96

2 waza wanduluka waya kuAsa, wafika wathi kuye: “Khanindiphulaphule, Asa, nani nonke maJuda namaBhenjamin! Niyabona, *uNdikhoyo uba nani xa nani ningakuye. Xa nizondelela ukumfuna nomfumana; kodwa ke xa nithe namshiya, naye wonishiya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 15

imbono 2 Yeziganeko 15:2 kwimeko