2 Yeziganeko 2:10 XHO96

10 Izicaka zakho ezigawula imithi ndozinika amawaka amabini eetoni zengqolowa, namawaka amabini eetoni zerhasi, kunye namakhulu amane amawaka eelitha zewayini, namakhulu amane amawaka eelitha zamafutha omnquma.”

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 2

imbono 2 Yeziganeko 2:10 kwimeko