2 Yeziganeko 20:31 XHO96

31 Ngoko ke uYoshafati wamlawula uJuda. Ukuqala kwakhe ukulawula wayeneminyaka emashumi mathathu anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mabini anantlanu. Unina yayinguAzubha intombi kaShili.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:31 kwimeko