2 Yeziganeko 20:32 XHO96

32 Yena wahamba ngeendlela zikayise uAsa, akanxaxha kuzo; ewe, yena wayesenza okulungileyo emehlweni *kaNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 20

imbono 2 Yeziganeko 20:32 kwimeko