2 Yeziganeko 22:1 XHO96

1 Abantu baseJerusalem bamisela uAhaziya unyana wamaphelo kaYehoram wangukumkani esikhundleni sakhe. Kaloku abahlaseli ababekunye nama-Arabhu bababulala bonke oonyana bakhe abadala. Ngoko ke waqalisa ukulawula uAhaziya unyana kaYehoram ukumkani wakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 22

imbono 2 Yeziganeko 22:1 kwimeko