2 Yeziganeko 22:6 XHO96

6 waza ke yena waya eYizereli khon' ukuze achache kuloo manxeba wayewafumene eRamoti kwelo dabi noHazayeli ukumkani wakwa-Aram.Ke uAhaziya unyana kaYehoram ukumkani wakwaJuda wehla waya eYizereli esiya kubona uYoram unyana ka-Ahabhi njengoko wayenzakele.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 22

imbono 2 Yeziganeko 22:6 kwimeko