2 Yeziganeko 22:7 XHO96

7 Ukuwa kuka-Ahaziya ekutyeleleni kwakhe uYoram kwaphuma kuThixo. Akufika uAhaziya wahamba noYoram baya kubonana noYehu unyana kaNimshi owayethanjiswe nguNdikhoyo ukuze atshabalalise indlu ka-Ahabhi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 22

imbono 2 Yeziganeko 22:7 kwimeko