2 Yeziganeko 25:12 XHO96

12 Kananjalo umkhosi kaJuda wathimba amadoda alishumi lamawaka, wawathatha loo mabanjwa wawasa kwincopho yeliwa, waza wawajulela ezantsi antlekeka afa onke.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:12 kwimeko