2 Yeziganeko 25:13 XHO96

13 Ke wona laa mabutho wawagodusayo uAmaziya, asuka ahamba enqoloba iidolophu zakwaJuda ukususela eSamariya kuye eBhete-horon. Abulala abantu abangamawaka amathathu, aza athimba intaphane yamaxhoba.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:13 kwimeko