2 Yeziganeko 25:14 XHO96

14 UAmaziya ukubuya kwakhe evela kubulala amaEdom wabuya nazo izithixo zabantu abo baseSeyire. Wazimisela ezo zithixo zaba zezakhe, waqubuda kuzo, wazenzela namadini atshiswayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 25

imbono 2 Yeziganeko 25:14 kwimeko