2 Yeziganeko 26:16 XHO96

16 Kambe akuba ekhulile wanobungangamsha, u-Uziya wangenelwa likratshi elamrhuqela ekuweni. Wasuka akathembeka kuNdikhoyo uThixo wakhe, wada wangena endlwini kaNdikhoyo wenza isiqhumiso eqongeni leziqhumiso.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 26

imbono 2 Yeziganeko 26:16 kwimeko