2 Yeziganeko 26:20 XHO96

20 Umbingeleli omkhulu uAzariya nabanye ababingeleli abo bathe bakumkhangela babona ukuba uneqhenqa ebunzi; ngoko ke bakhawuleza bamkhuphela ngaphandle. Ewe, naye ngokwakhe wayeselekungxamele ukuphuma, kuba kaloku uNdikhoyo wayemvelele ngesohlwayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 26

imbono 2 Yeziganeko 26:20 kwimeko