2 Yeziganeko 26:21 XHO96

21 Ke kaloku ukumkani u-Uziya wathiwa nca lelo qhenqa, wada wasweleka. Wayehlala endlwini yakhe yedwa ngenxa yelo qhenqa, engenakungena nasendlwini kaNdikhoyo. Unyana wakhe uYotam waba libamba apho ebhotwe, yanguye obalawulayo abantu belizwe elo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 26

imbono 2 Yeziganeko 26:21 kwimeko