2 Yeziganeko 26:23 XHO96

23 U-Uziya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kufuphi nabo kumhlaba wokungcwaba owawungowookumkani, kuba abantu besithi: “Kaloku ebeneqhenqa.” Unyana wakhe uYotam wangena esikhundleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 26

imbono 2 Yeziganeko 26:23 kwimeko