2 Yeziganeko 28:27 XHO96

27 UAhazi ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwisixeko iJerusalem. Kambe ke yena akafihlwanga kumangcwaba ookumkani bakwaSirayeli. Ke esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uHezekiya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 28

imbono 2 Yeziganeko 28:27 kwimeko