2 Yeziganeko 29:1 XHO96

1 UHezekiya wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu ukungena kwakhe ebukhosini, waza walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amabini anethoba. Unina yayinguAbhiya intombi kaZakariya.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:1 kwimeko