2 Yeziganeko 28:5 XHO96

5 Ngoko ke uNdikhoyo uThixo wakhe wamnikela kukumkani wama-Aram. Ama-Aram amoyisa, athimba abantu abaninzi, aya nabo eDamasko.Kananjalo wanikelwa nasesandleni sokumkani wakwaSirayeli owamshiya neengxwelerha ezininzi.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 28

imbono 2 Yeziganeko 28:5 kwimeko