2 Yeziganeko 28:6 XHO96

6 Ngamini-nye uPeka unyana kaRemaliya wabulala ikhulu elinamashumi amabini lamawaka kumajoni akwaJuda; kaloku uJuda lo wayemlahlile uNdikhoyo uThixo wooyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 28

imbono 2 Yeziganeko 28:6 kwimeko