2 Yeziganeko 29:12 XHO96

12 Aba baLevi ke bangena emsebenzini:kumaKohati: uMahati unyana ka-Amasayi, noYoweli unyana ka-Azariya;kumaMerari: uKishe unyana ka-Abhedi, noAzariya unyana kaJehaleli;kumaGershon: uJowa unyana kaZima, noEden unyana kaJowa;

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:12 kwimeko