22 Ngoko ke bazixhela ezo nkunzi zeenkomo, baza ke ababingeleli balithatha igazi lazo, bafefa ngalo iqonga elo. Kananjalo ke bazixhela neenkunzi zeegusha, baza bafefa iqonga ngelo gazi lazo. Namaxhwane eegusha bawaxhela, ngegazi lawo bafefa kwaelo qonga.