2 Yeziganeko 29:30 XHO96

30 Ukumkani uHezekiya enamaphakathi bayalela abaLevi ukuba badumise uNdikhoyo ngamazwi kaDavide kunye nawemboni uAsafu. Ngoko ke batsho ngentswahla bedumisa ngovuyo olukhulu, baza ke bakhahlela benqula.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:30 kwimeko