2 Yeziganeko 29:31 XHO96

31 Wathi ke ukumkani uHezekiya: “Ngoku ke nizinikezele kuNdikhoyo. Ngoko ke zisani amadini neminikelo yokubulela endlwini kaNdikhoyo.” Ewe ke, ibandla lawazisa amadini kunye neminikelo yokubulela, baza ke bonke abaqhutywa ziintliziyo zabo benza amadini atshiswayo.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 29

imbono 2 Yeziganeko 29:31 kwimeko