2 Yeziganeko 30:27 XHO96

27 Ababingeleli nabaLevi bema ngeenyawo babathamsanqelisa abantu, waza ke uThixo wabeva. Kaloku umthandazo wabo waya kufikelela ekhayeni lakhe elilodwa ezulwini.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 30

imbono 2 Yeziganeko 30:27 kwimeko