2 Yeziganeko 32:32 XHO96

32 Kaloku ezinye zeziganeko zolawulo lukaHezekiya nemisebenzi yakhe yokuzinikela, nâzo zibhaliwe encwadini yombono yomshumayeli uIsaya unyana ka-Amoze, kwincwadi yookumkani bakwaJuda nabakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 32

imbono 2 Yeziganeko 32:32 kwimeko