2 Yeziganeko 32:33 XHO96

33 UHezekiya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kwicala elingasentla kwinduli enamafihlo esizukulwana sikaDavide. Ekuswelekeni kwakhe ke wonke uJuda ndawonye neJerusalem bamnika imbeko. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uManase.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 32

imbono 2 Yeziganeko 32:33 kwimeko