2 Yeziganeko 33:21 XHO96

21 Ke kaloku uAmon wayeneminyaka emashumi mabini anesibini ezelwe ukuqala kwakhe ukulawula, waza ke waba ngukumkani iminyaka emibini eJerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 33

imbono 2 Yeziganeko 33:21 kwimeko