2 Yeziganeko 33:20 XHO96

20 UManase ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwibhotwe lakhe. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uAmon.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 33

imbono 2 Yeziganeko 33:20 kwimeko