2 Yeziganeko 34:4 XHO96

4 Wayalela ukuba achithwe namaqonga kaBhali, kunye nalawo eziqhumiso ayephezu kwawo; wazintlekeza iintsika zika-Ashera, kwanemifanekiso eqingqiweyo netyhidiweyo. Ezi zinto wazikroboza waza wazisarhaza emangcwabeni abo babezinqula.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 34

imbono 2 Yeziganeko 34:4 kwimeko