2 Yeziganeko 36:10 XHO96

10 Ngentlakohlaza ukumkani uNebhukadenezare wathumela waya kuthathwa wasiwa eBhabheli kunye nezinto ezixabisekileyo zendlu kaNdikhoyo. Wathatha uyisekazi kaJoyakin uZedekiya wamenza ukumkani wakwaJuda naseJerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Yeziganeko 36

imbono 2 Yeziganeko 36:10 kwimeko